IMizekeliso 11:1 Lisikizi kuYehova isikali sobuxoki; uyolo. 11:2 Kwafika ukukhukhumala, kofika ukucukucezwa; Bunabathozamileyo ubulumko. 11:3 Ingqibelelo yabathe tye iyabakhapha; Ke ukuphenula kwabathe tye baya kubatshabalalisa abakreqi. 11:4 Ubutyebi abunyusi ngemini yokuphuphuma komsindo; ukufa. 11:5 Ubulungisa bogqibeleleyo bulungelelanisa indlela yakhe; Ke ongendawo uya kuwa ngobubi bakhe. 11:6 Ubulungisa babathe tye buyabahlangula; Ke bona abakreqayo babanjwe eburheletyweni babo. 11:7 Ekufeni komntu ongendawo liyaphela ithemba lakhe; amadoda akhohlakeleyo ayatshabalala. 11:8 Ilungisa liyahlangulwa embandezelweni; ongendawo uya kufika ngeyakhe endaweni. 11:9 Intshembenxa iyamonakalisa ummelwane wayo ngomlomo; ukwazi ayahlangulwa amalungisa. 11:10 Isixeko siyadlamka ngokuhlala kakuhle kwamalungisa; abangendawo bayatshabalala, kuyaliwa. 11:11 Ngentsikelelo yabathe tye siyaphaka nyiswa isixeko, kodwa siyabhukuqwa Ngomlomo wongendawo. 11:12 Odela ummelwane wakhe uswele intliziyo; Ingqondo ithe cwaka. 11:13 Ohamba ehleba uhlakaza ucweyo; Ke yena omoya unyanisileyo uyawufihla umcimbi. 11:14 Kwakuba kungekho mbonisi, bayawa abantu; abacebisi kukho ukhuseleko. 11:15 Kubi ngenxa yobambi omele omnye; ubungqina buqinisekile. 11:16 Umfazi osimilo silungileyo uzizekela uzuko; Abanobungqwangangqwili bazizekela ubutyebi. 11:17 Uwuphethe kakuhle umphefumlo wakhe umtu onenceba; Ke yena isijorha ukhathaza eyakhe inyama. 11:18 Ongendawo usebenzela umvuzo oyinkohliso; ubulungisa buya kuba ngumvuzo oyinyaniso. 11:19 Ubulungisa busingisa ebomini; Osukela ububi uya kubuphuthuma ekufeni kwakhe. 11:20 Bangamasikizi kuYehova abantliziyo zijibilizayo; Abathe tye umendo wabo ukholwa nguye. 11:21 Nokuba isandla sibambene ngesandla, ongendawo akabi msulwa; imbewu yamalungisa iyasinda. 11:22 Njengesangqa segolide ethatheni lehagu, Inzwakazi ethotyiweyo. ngaphandle kwengqiqo. 11:23 Umnqweno wamalungisa yinto elungileyo yodwa; Ke wona ithemba lelungisa ongendawo ngumsindo. 11:24 Kukho ochithachithayo, eyanda; kwaye kukho loo nto Uzinqanda ngaphezu kokumfaneleyo, ukuba ube buhlwempu. 11:25 Umphefumlo osikelelayo uyatyetyiswa; waziseza naye. 11:26 Omangala nengqolowa, luyamqalekisa uluntu; ibe entlokweni yalowo uyithengisayo. 11:27 Ozondelele okulungileyo ufuna okwamkelekileyo; wofika kuye ububi. 11:28 Okholosa ngobutyebi bakhe uya kuwa yena; ke wona amalungisa aya kwenza ahlume njengesebe. 11:29 Ogxugxisa indlu yakhe uya kudla ilifa elingumoya; uya kuba ngumkhonzi kontliziyo ilumkileyo. 11:30 Isiqhamo selungisa ngumthi wobomi; nalowo uzuza imiphefumlo sisilumko. 11:31 Yabona, ilungisa liyavuzwa ehlabathini; ongendawo nomoni.