Umsebenzi
13:1 Yabona, konke oko likubonile iliso lam, Yakuva indlebe yam, yakuqonda.
13:2 Njengoko nazi ngako, ndiyazi nam; Andiwi nganeno kwenu.
13:3 Ke mna, ndithethe kuSomandla, Ndifuna ukuzibika kuThixo.
13:4 Ke nina ningabadyobha ngobuxoki, Ningamagqirha angento nonke niphela.
13:5 Akwaba benithe tu kanye! kwaye kufuneka ibe yeyakho
ubulumko.
13:6 Khanive ukuzicamagusha kwam, Nikubekele indlebe ukutarhuzisa komlomo wam.
13:7 Niya kumthetha kakubi na uThixo? Nimthethelele ngenkohliso?
13:8 Niya kumnonelela na? Niya kumlwela na uThixo?
13:9 Kulungile na ukuba anigocagoce? nanjengoko umntu egculela omnye;
Nimgculela na?
13:10 Wonohlwaya inene, ukuba nithe ngasese nanonelela umntu.
13:11 Ubungangamela bakhe abuyi kunidandathekisa na? yaye ukunkwantya kwakhe kwehlela phezu kwenu?
13:12 Izikhumbuzo zenu zinjengothuthu, Izikhumbuzo zenu ngokwezidumbu zodongwe.
13:13 Yithini tu, ndiyekeni, ndithethe, Kundifikele mna
intando.
13:14 Yini na ukuba ndiyiphathe inyama yam ngamazinyo am, Umphefumlo wam ndiwubeke esandleni sam?
13:15 Nokuba uthe wandibulala, ndokholosa ngaye;
iindlela phambi kwakhe.
13:16 Kwaoko koba lusindiso kum;
yena.
13:17 Yivani, nikuve ukuthetha kwam, Nengxelo yam, ngeendlebe zenu.
13:18 Khanibone, ndilicacisile ityala lam; ndiyazi ukuba ndiya kugwetyelwa.
13:19 Ngubani na ke oya kubambana nam? Kuba ngoku, ukuba ndithe ndabamba umlomo, ndoya
khupha umoya.
13:20 Kodwa musa ukuzenza izinto ezimbini kum, Ndize ndingazisithelisi phambi kwakho.
13:21 Sibuyise kude kum isandla sakho, Musa ukundothusa ukunkwantya kwakho.
13:22 Biza ke, ndisabele mna; Mhlawumbi ndithethe, undiphendule.
13:23 Zingaphi na izenzo ezigwenxa, nezono zam? Ndazise ukreqo lwam
nesono sam.
13:24 Yini na ukuba ubusithelise ubuso bakho, Ube ndilutshaba kuwe?
13:25 Uya kuqhekeza igqabi eliphetshethwayo na? nisukele ezomileyo
iindiza?
13:26 Ngokuba uzibhalela kum izinto ezikrakra, Undidlisa ilifa ilizwe
ubugwenxa bobutsha bam.
13:27 Uzifaka esitokisini iinyawo zam, Ubavelela bonke
iindlela zam; Ubeka uphawu ezithendeni zeenyawo zam.
13:28 Yena lowo, uhageleyo njengevithi, Njengengubo edliwe ngamanundu.