UYeremiya 49:1 Ngokusingisele koonyana baka-Amon, utsho uYehova ukuthi; USirayeli akananyana na? unayo akanandlalifa? Yini na ukuba ukumkani wabo amdle ilifa uGadi, bahlale abantu bakhe? kwizixeko zakhe? 49:2 Ngako oko, yabonani, iyeza imihla, utsho uYehova, endiya kubangela ukuba ndibangele kuvakala ukuhlatywa umkhosi eRabha yoonyana baka-Amon; kwaye iya kuba a iya kwandula ke imiwewe ibe yinkangala ephanzileyo, neentombi zayo zitshiswe ngomlilo USirayeli makabe yindlamafa, iindlalifa zakhe; 49:3 Bhomboloza, Heshbhon, ngokuba ibhuqiwe iAyi; khalani, magxamesi aseRabha, bhinqani; ninxibe ezirhwexayo; mbambazelani niququzele ezintangweni; kwabo uya kuthinjwa, ababingeleli bakhe nabathetheli bakhe kunye. 49:4 Uqhayiselani na ngeentili, ngentili yakho equkuqelayo, O ntombi iphambayo? owakholosa ngobutyebi bakhe, esithi, Ngubani na oya kuba nako? uze kum? 49:5 Yabona, ndiya kukuzisela unkwantyo, itsho iNkosi, uYehova wemikhosi. bonke abangeenxa zonke kuwe; niya kugxothwa elowo ethe tye phambili; Umntu obhadulayo akayi kubabutha. 49:6 Emveni koko ndiya kukubuyisa ukuthinjwa koonyana baka-Amon; utsho uYehova. 49:7 Ngokusingisele kuEdom, utsho uYehova wemikhosi ukuthi; Ngaba ubulumko akusekho ku Teman? Litshabalele na icebo kwiingqondi? Buphalele na ubulumko babo? 49:8 Sabani, jikani, hlalani enkolontyweni, bemi bakwaDedan; ngokuba ndiya kuzisa ukusindeka kwakhe uEsawu, ixesha lokumvelela kwam. 49:9 Ukuba abavuni beediliya beza kuwe, abayi kushiya lubhikico; iidiliya? ukuba amasela ebusuku, aya konakalisa ade anele. 49:10 Ngokuba mna ndimhlubile uEsawu, ndizityhilile iindawo zakhe ezisitheleyo, yena ke akayi kuba nako ukuzimela; iyabhuqwa imbewu yakhe, nabakhe Abazalwana, nabamelwane bakhe, akakho. 49:11 Shiya iinkedama zakho; kwaye vumela eyakho abahlolokazi bakholose ngam. 49:12 Ngokuba utsho uYehova ukuthi: Yabonani, abo balungelo labo belingenakusela inene, iyanxila indebe; nguwe oya kuhamba kanye abangohlwaywa? Akuyi kuba msulwa, ngokuba inene uya kusela yona. 49:13 Ngokuba ndizifungile mna, utsho uYehova, ndathi, IBhotsera iya kuba lilizwe. sisiphanziso, isingcikivo, impanziso, nentshabhiso; nemizi yayo yonke iya kuba ngamanxuwa angunaphakade. 49:14 Ndive udaba oluvela kuYehova, kuthunyelelwe isigidimi kuYehova neentlanga, esithi, Zihlanganiseni, niyifikele, nisuke nime edabini. 49:15 Ngokuba, uyabona, ndikwenze wamncinane ezintlangeni, wadeleka phakathi kweentlanga amadoda. 49:16 Ukurhwaphiliza kwakho kukulukuhlile, ukukhukhumala kwentliziyo yakho; wena uhleli ezimfanteni zengxondorha, wena ubambe indawo ephezulu Ukuba uthe wayakhela phezulu njengokhozi indlwane yakho, ndiya Ndiya kukuhlisa nalapho; utsho uYehova. 49:17 Uya kuba senkangala uEdom; bonke abadlula kuye boba linxuwa Uya kukhwankqiswa, enze umsondlo ngenxa yezibetho zayo zonke. 49:18 njengokubhukuqwa kweSodom neGomora nemimelwane yayo utsho uYehova ukuthi, akuyi kuhlala mntu khona, akuyi kuhlala nyana hlala abantu kulo. 49:19 Yabona, utshaba luya kunyuka njengengonyama, luphume ekweneni kweYordan, luye eYordan Ikhaya labanamandla: ndiya kumgxotha ngephanyazo yena: ngubani na okhethiweyo, ukuba ndimmise phezu kwakhe? kuba ngubani na njengam? ngubani na oya kundimema? ngubani na loo malusi Uya kuma phambi kwam? 49:20 Ngako oko yivani icebo likaYehova, alicebileyo ngoEdom; kwaneengcinga zakhe, azicingileyo ngabemi balo UTeman: Inene, uya kuzirhola ezincinane emhlambini; izixeko zabo ziya kuphanziswa ngabo. 49:21 Ihlabathi liyanyikima sisithonga sokuwa kwabo, ngenxa yesandi sesithonga wona wavakala eLwandle oluBomvu. 49:22 Yabona, utshaba luyanyuka njengexhalanga, lutshwebeleza, luwolule amaphiko alo phezu kolwandle. Intliziyo yamagorha akwaEdom ngaloo mini iya kuba njengentliziyo intliziyo yomfazi onenimba. 49:23 Ngokusingisele kwiDamasko. Ihlazekile iHamati neArpadi; ngokuba benazo beva iindaba ezimbi, bancamile; kukho isijwili elwandle; ayinakuthula. 49:24 IDamasko ithe dakumba, ijikile yasaba; ibanjwe yimbandezelo nayinimba njengomfazi intlungu. 49:25 Hayi, ukushiywa komzi wendumiso, umzi wemivuyo yam! 49:26 Ngako oko aya kuwa amadodana ayo ezitratweni zayo, namadoda onke asezweni Iya kunqanyulwa imfazwe ngaloo mini; utsho uYehova wemikhosi. 49:27 Ndiya kuphemba umlilo eludongeni lweDamasko, kwaye uya kudla iibhotwe zikaBhen-hadade. 49:28 Ngokusingisele kwiKedare, nakwizikumkani zaseHatsore, uya kubetha uNebhukadenetsare ukumkani waseBhabheli, utsho uYehova; Vuka nyukani niye kwaKedare, nibabhuqe abasempumalanga. 49:29 Iintente zabo nemihlambi yabo boyithabatha; namalengalenga abo, neempahla zabo zonke, neenkamela zabo; kwaye bamemeze kubo, kunxunguphele ngeenxa zonke. 49:30 Sabani, balekani kakhulu, hlalani enkolontyweni, bemi baseHatsore; utsho uYehova. Yehova; ngokuba uNebhukadenetsare ukumkani waseBhabheli ecebe icebo ngani; Ke yena ucinge ingcinga ngani. 49:31 Suk’ ume, nyuka uye kuhlanga olutyebileyo, oluhleli lukholosile; utsho uYehova, ongenamasango nazingcango, ezihleli zodwa. 49:32 neenkamela zabo ziya kuphangwa, ingxokolo yemfuyo yabo ibe ngamaxhoba Ndiya kubachithachitha emimoyeni yonke abo basekupheleni iikona; + yaye ndiza kuyizisa intlekele yabo ivela kumacala onke,” + utsho uYehova iNkosi. 49:33 IHatsore iya kuba sisikhundla seempungutye, kube senkangala kude kuse ephakadeni. akuyi kuhlala bani khona, akuyi kuphambukela nyana womntu khona. 49:34 Into eyafikayo kuYeremiya umprofeti, ililizwi likaYehova ngokusingisele kwaElam ekuqalekeni kobukumkani bukaZedekiya ukumkani wakwaYuda, esithi, 49:35 Utsho uYehova wemikhosi ukuthi, Yabona, ndiyasaphula isaphetha sakwaElam; intloko yamandla abo. 49:36 Ndiya kuzisa phezu kweElam imimoya emine evela ezimbombeni zone izulu, ibachithachithe kuloo mimoya yonke; kwaye kuya kubakho akukho luhlanga bangayi kufika kulo abagxothiweyo bakwaElam. 49:37 Ndomqhiphukisa umbilini uElam phambi kweentshaba zakhe nangaphambili; abo bafuna umphefumlo wabo, ndibazisele ububi, ndibazisele ububi ukuvutha komsindo, utsho uYehova; ndilithumele ikrele emva kwabo, kude kube ndibagqibile; 49:38 Ndiya kumisa itrone yam kwaElam, ndimtshabalalise khona ukumkani nabathetheli, utsho uYehova. 49:39 Ke kaloku kuya kuthi ekupheleni kwemihla, ndibuyise; ukuthinjwa kukaElam, utsho uYehova.