UYeremiya 47:1 Ilizwi likaYehova elafikayo kuYeremiya umprofeti ngokusingisele kuYehova AmaFilistiya, ngaphambi kokuba uFaro ayixabele iGaza. 47:2 Utsho uYehova ukuthi; Yabona, kunyuka amanzi, ephuma entla; uya kuba ngunogumbe okhukulayo, ukhukulise ilizwe nenzaliseko yalo kuyo; umzi nabemi bawo; babhomboloze bonke abemi belizwe. 47:3 Ngenxa yesandi sokungqisha kwamanqina amahashe akhe omeleleyo kukugoqoza kweenqwelo zakhe zokulwa, ngokuxokozela kwamavili akhe ooyise bangabuyeli koonyana babo, ngenxa yokuwa kwezandla zabo; 47:4 ngenxa yemini eza kuwaphanga onke amaFilisti, awaxabele eTire naseTsidon bonke abancedi abaseleyo, ngokuba uYehova uya kwenjenjalo baphange amaFilisti, amasalela ommandla waseKafetori. 47:5 Inkqayi ifike eGaza; IAshkelon inqunyulwe namasalela ase Kunini na uzicenta? 47:6 Krele likaYehova, kunini na ungaphezi? melana Ngena esingxotyeni sakho, phumla, uthi cwaka. Isa 47:7 Ungathini na ukupheza, uYehova ekuwisele umthetho nje? IAshkelon naselunxwemeni lolwandle? wayimisa khona.