iDuteronomi 24:1 Xa indoda ithe yazeka umfazi, yamzeka, kwaza kwenzeka ukuba akayi kubabalwa emehlweni ayo, ngokuba efumene ubunqambi makambhalele incwadi yokwahlukana, amnike isandla, amkhuphe endlwini yakhe. 24:2 Kwaye xa ephuma endlwini yayo, angaya kuba enye umfazi womntu. 24:3 Ukuba ithe yamthiya le ndoda iyiyimbi, yambhalela incwadi yokwahlukana, Wayinika esandleni sakhe, wamndulula endlwini yakhe; okanye ukuba i yafa indoda yesibini, yamthabatha wangumkayo; 24:4 mayingabi nako indoda yakhe yangaphambili, eyamgxothayo, ukuba abuye amzeke umkayo, emveni kokuba ebenziwe inqambi; ngokuba lisikizi elo phambi koYehova Uze ungalenzi, ukuba lone ilizwe elo uYehova uThixo wakho uya kukunika ukuba ube lilifa. 24:5 Xa indoda ithe yazeka umfazi omtsha, mayingaphumi nomkhosi uya kubanjiswa ngawo nawuphi na umsebenzi, kodwa makakhululeke aye ekhaya unyaka, imvuyisa intliziyo umkayo emzekileyo. 24:6 Makangenziwa sibambiso amatye okusila, nokuba lelingaphezulu, ngokuba nguye isibambiso somphefumlo womntu. 24:7 Xa ithe indoda yafunyanwa isiba elowo umzalwana wayo koonyana baka Wamrhweba, mhlawumbi wathengisa ngaye; ke ela sela uya kufa; ubutshayele ke ububi, bungabikho phakathi kwakho. 24:8 Zigcine esibethweni seqhenqa, ugcine kunene, wenze. njengako konke abaya kuniyala ngako ababingeleli, abaLevi; wabawisela umthetho, nigcine ukwenza. 24:9 Khumbula awakwenzayo uYehova uThixo wakho kuMiriyam endleleni, emveni koko nina baphuma eYiputa. 24:10 Xa uthe wamboleka umzalwana wakho nokuba yintoni na, uze ungangeni kweyakhe endlini ukuze athathe isibambiso sakhe. 24:11 Uze ume ngaphandle, izise indoda leyo oyibolekayo ndikhuphe isibambiso kuwe. 24:12 Ukuba indoda ithe yaba lihlwempu, uze ungalali unesibambiso sayo. 24:13 Wosibuyisela kuye isibambiso eso lakutshona ilanga yihla, ukuze alale ngengubo yakhe, akusikelele; makube bubulungisa kuwe phambi koYehova uThixo wakho. 24:14 Uze ungamcudisi umqeshwa osweleyo, olihlwempu, nokuba kubazalwana bakho, nokuba kukuphambukela kwakho, abasezweni lakho phakathi amasango akho: 24:15 Ngemini yakhe womnika umvuzo wakhe, lingatshoni ilanga phezu kwayo; ngokuba eswele, ewumise kuyo intliziyo yakhe, hleze akhale ngakuwe kuYehova, koba sisono ke oko kuwe. 24:16 Ooyise mabangabulawa ngenxa yoonyana, mabangabulawa ngenxa yoonyana; oonyana babulawe ngenxa yooyise; elowo makabulawe ukufa ngenxa yesono sakhe. 24:17 Uze ungasijiki isigwebo sowasemzini, nesomphambukeli inkedama; nengubo yomhlolokazi ungayenzi isibambiso. 24:18 ukhumbule ukuba ube ulikhoboka eYiputa, Yehova; uThixo wakho wakukhulula khona; ngenxa yoko ndikuwisela umthetho ukuba uyenze le nto. 24:19 Xa uthe walugawula uvuno lwakho entsimini yakho, walibala; isithungu entsimini, uze ungabuyi uye kusithabatha; owasemzini, nenkedama, nomhlolokazi; Makakusikelele uThixo kuwo wonke umsebenzi wezandla zakho. 24:20 Xa uthe wawuvuthulula umnquma wakho, uze ungaweli emasebeni awo yoba yeyomphambukeli, nenkedama, neyomfazi umhlolokazi. 24:21 Xa uthe wasivuna isidiliya sakho, uze ungasibhikici. ibe yeyomphambukeli, nenkedama, neyomfazi umhlolokazi. 24:22 ukhumbule ukuba ube ulikhoboka ezweni laseYiputa. ngenxa yoko ndikuwisela umthetho ukuba uyenze le nto.