Eyesi-2 kuTimoti
1:1 UPawulos, umpostile kaYesu Kristu ngokuthanda kukaThixo
idinga lobomi obukuKristu Yesu;
1:2 ubhalela uTimoti, unyana wam oyintanda; uthi, Makube lubabalo, inceba, uxolo, oluvela kuThixo
Bawo noKristu Yesu iNkosi yethu.
1:3 Ndiyabulela kuThixo, endamkhonzayo kwakoomawokhulu ndinesazela esihlambulukileyo, kuba oko;
14 R Akwayeki kukukhumbula emithandazweni yam, ubusuku nemini;
1:4 ndilangazelela ukunga ndingakubona, ndizikhumbula nje iinyembezi zakho, ukuze ndibekho
ezaliswe luvuyo;
1:5 ndikhunjuzwa ukholo lwakho olungenakuhanahanisa, olukuwe
wahlala kuqala kunyokokhulu uLoyisi, nakunyoko uYunike; kwaye ndinguye
ndeyisekile nakuwe.
1:6 Kungoko ndikukhumbuzayo, ukuba usikhwezele isipho sokubabalwa kwakho nguThixo.
okukuwe ngokubekwa kwezandla zam.
1:7 Kuba uThixo akasinikanga moya wabugwala; kodwa ngamandla, nothando,
nangengqondo ephilileyo.
1:8 Ngoko ke musa ukuba nazintloni ngabo ubungqina beNkosi yethu, nangam
umbanjwa wakhe; kodwa yiba nenxaxheba kwiimbandezelo zeendaba ezilungileyo
ngokwamandla kaThixo;
1:9 owasisindisayo, wasibiza ngobizo olungcwele, kungekhona ngokoko
kodwa ngokwenjongo yakhe nangobabalo awalunikelayo
thina sikuKristu Yesu kwangaphambi kokusekwa kwehlabathi,
1:10 kodwa ngoku yabonakaliswa ngokubonakala koMsindisi wethu uYesu Kristu.
owakubhangisayo ukufa, wazisa ekukhanyeni ubomi nokungabhubhi
ngevangeli:
1:11 endithe ndamiselwa bona mna, ukuba ndibe ngumshumayeli nompostile nomfundisi wabo
abeeNtlanga.
1:12 Kungoko ndide ndive ezi zinto nam;
ngokuba ndiyamazi endikholiweyo nguye, kananjalo ndeyisekile ukuba ukho
ndibe nako ukuyigcina into endiyibeke kuye, kwada kwaloo mini.
1:13 Umzekelo wamazwi aphilileyo owawevayo kum, wubambe elukholweni
nothando olukuKristu Yesu.
1:14 Loo nto ilungileyo uyiphathisiweyo, yigcine ngoMoya oyiNgcwele
ohleli kuthi.
1:15 Oku uyakwazi, ukuba bakreqile bonke abaseAsiya
mna; ekubo inguFigelo noHermogene.
1:16 INkosi mayiyenzele inceba indlu kaOnesiforo; ngokuba kwaba futhi ehlaziya
andibanga nazintloni nguwo umxokelelwane wam.
1:17 Uthe ke akuba eseRoma, wandifuna ngokukhuthala okukhulu, waza wandifumana
mna.
1:18 Yanga iNkosi ingamfumanisa inceba eNkosini ngaloo mini.
Uyazi nawe ukuba zininzi kwazo izinto awalungiselela ngazo e-Efese
kakuhle kakhulu.