Eyoku-1 kwabaseTesalonika 4:1 Elokugqiba ngoko, siyaniyala, bazalwana, siniyala siseNkosini. Yesu, ukuba nithi, njengokuba nakwamkelayo kuthi, okokuba nimelwe kukuthini na ukuhamba nokukholisa Thixo, manibe sanda ngakumbi. 4:2 Kuba niyazi ukuba zaba ziziyalo zini na, esaniyala ngazo ngeNkosi uYesu. 4:3 Kuba oku kukuthanda kukaThixo, ukungcwaliswa kwenu, ukuba ningcwaliswe Khumkani kulo uhenyuzo: 4:4 ukuze elowo kuni akwazi ukusizuza asithabathe isitya sakhe ubungcwele nembeko; 4:5 kuthabatheke yinkanuko, njengeentlanga ezingamaziyo UThixo: 4:6 ukuze kungabikho ugqithisayo, amlumkise umzalwana wakhe emcimbini lowo; ukuba iNkosi ngumphindezeli wazo zonke ezi zinto, njengoko sanixelelayo ngenxa engaphambili kwaye wangqina. 4:7 Kuba uThixo akasibizelanga ekungcoleni; 4:8 Ngoko ke lowo ugibayo, akagibi mntu, ugiba uThixo, lowo unazo kwanalo esinike uMoya wakhe oyiNgcwele. 4:9 Ke ngalo uthando lobuzalwana, akufuneki ukuba ndinibhalele; nina ngokwenu ningabafundiswe nguThixo ukuba nithandane. 4:10 okunene niyakwenza oko kubo bonke abazalwana abakwelaseMakedoni liphela. Ke kaloku siyaniyala, bazalwana, ukuba nikhule kuko oko ngakumbi; 4:11 nokuba nikhuthalele ukuzola, nenze imicimbi yenu, nokusebenza Ngezandla zenu, njengoko saniwisela umthetho ngako; 4:12 ukuze nihambe ngokubekileyo ngakwabo bangaphandle, nokuze nibe nako ningasweli nto. 4:13 Ke andithandi ukuba ningazi, bazalwana, ngazo ezo balele, ukuze ningabi buhlungu njengabanye abangenathemba. 4:14 Kuba xa sikholwa ukuba uYesu wafa, wabuya wavuka, kwangokunjalo nabo abalala ngoYesu uThixo uya kubazisa naye. 4:15 Kuba oku siyakutsho kuni ngelizwi leNkosi, thina bakhoyo bephila baze bahlale kude kube sekufikeni kweNkosi akuyi kubandulela abaleleyo. 4:16 Ngokuba iNkosi ngokwayo iya kuhla emazulwini inendanduluko, inamazwi nezwi lesiphatha-zithunywa, ngexilongo likaThixo; nabafileyo bangene UKristu uya kuvuka kuqala; 4:17 sandule thina babudlayo ubomi, basaseleyo, sixwilelwe kunye nabo emafini, siye kuyikhawulela iNkosi esibhakabhakeni; size ngokunjalo sihlale sikunye iNkosi. 4:18 Kungoko ndithi, Thuthuzelanani ngala mazwi.